Funda ukufunda kulula kakhulu kunye noTippie indlovu.
Ibali ngalinye lingumahluko, linika umdla kwaye umbhalo usoloko uncediswa
yimiboniso enemibala eqaqambileyo encedisa ukuqonda. Amava kaTippie ale
mihla ehambo zalonwabo kwincwadi nganye kube kugxile ekukhuliseni ingqiqo
yomntwana. Ezi ncwadi zokufunda zenziwe ngokulandelelana zigxile ukukhulisa
isandi, zidibanisa izandi nonobumba zikwakha impumelelo nokuzithemba
ekufundeni iincwadi zokuqala ezilishumi ziluthotho ziqwalasela
izikhamiso ezifutshane, amaqabane alula, ukudibanisa amagama kunye
namagama ajongisiswayo.
Learning to read isiXhosa is super easy with Tippie the elephant.
Each story is unique, interesting and the text is always supported by colourful,
engaging illustrations that will aid comprehension. Tippie experiences modern
day adventures in each book whilst staying true to typical child development.
These sequential reading books were designed with a focus on sound
development, linking sounds and letters as well as building success and selfconfidence
in reading.
Funda ukufunda (isiXhosa 1) 1: UTippie kunye nekati
R55 Original price was: R55.R49Current price is: R49.
NOLUTHANDO MNGXEKEZA
Estimated delivery dates: 14th April - 17th April
Be the first to review “Funda ukufunda (isiXhosa 1) 1: UTippie kunye nekati” Cancel reply
Related products
-11%
-11%
-11%
-11%
-11%
-11%
Reviews
There are no reviews yet.