Funda ukufunda kulula kakhulu kunye noTippie indlovu.Ibali ngalinye lingumahluko, linika umdla kwaye umbhalo usoloko uncediswayimiboniso enemibala eqaqambileyo encedisa ukuqonda. Amava kaTippie alemihla ehambo zalonwabo kwincwadi nganye kube kugxile ekukhuliseni ingqiqoyomntwana. Ezi ncwadi zokufunda zenziwe ngokulandelelana zigxile ukukhulisaisandi, zidibanisa izandi nonobumba zikwakha impumelelo nokuzithembaekufundeni iincwadi zokuqala ezilishumi ziluthotho ziqwalaselaizikhamiso ezifutshane, amaqabane alula, ukudibanisa amagama kunyenamagama ajongisiswayo.
Learning to read isiXhosa is super easy with Tippie the elephant.Each story is unique, interesting and the text is always supported by colourful,engaging illustrations that will aid comprehension. Tippie experiences modernday adventures in each book whilst staying true to typical child development.These sequential reading books were designed with a focus on sounddevelopment, linking sounds and letters as well as building success and selfconfidencein reading.
Lees die uittreksel
Funda ukufunda (isiXhosa 1) 10: UTippie kunye nesinambuzane
R55 Original price was: R55.R49Current price is: R49.
NOLUTHANDO MNGXEKEZA
Estimated delivery dates: 28th April - 1st May
SKU: 9780639604893
Category: Afrikaans
Tag: Funda ukufunda (isiXhosa 1) 10: UTippie kunye nesinambuzane
Be the first to review “Funda ukufunda (isiXhosa 1) 10: UTippie kunye nesinambuzane” Cancel reply
Related products
-11%
-11%
-11%
-11%
-11%
-11%
Reviews
There are no reviews yet.