UHola! Masifunde luluhlu lokuqala lweeNcwadi zokuFunda zoLwimi lweNkobe lwesiXhosa. Olu luhlu luquka amabali anika umdla, anika abafundi ithuba, umxholo oyinyani, kwaye alungiselelwe abafundi abakumanqanaba ahlukeneyo okufunda kumagumbi okufundela. IiNcwadi zokuFunda zikaHola zingumxube wamabali, iintsomi, aphonononga nomxholo oyinyani okanye abonisa ilizwe abantwana abaphila kulo. Imifanekiso emihle nengqamene neminyaka yabantwana ayibukeki nje kuphela kodwa ixhasa isicatshulwa kwaye incedise abafundi ekufundeni. UHola! Masifunde uyimfuneko kwaye unika iNkqubo yokuFunda yesiGaba sesiSeko equlathe okufunekayo. Uyafumaneka ukuqala kwiBanga R ukuya kwelesi-3
kwaye uqulathe ezi zinto zilandelayo.
Hola IBanga 1 Isigaba 1 Incwadi 1: Abahlobo benene
R65,00 Original price was: R65,00.R63,00Current price is: R63,00.
Dispatched in 2 to 10 working days
Be the first to review “Hola IBanga 1 Isigaba 1 Incwadi 1: Abahlobo benene” Cancel reply
Related products
-5%
-5%
-3%
-5%
-5%
-5%
-5%
-3%



Reviews
There are no reviews yet.