Slfunda slbhala lzandl lincwadi zoluhlu luka-lsiXhosa Ngumdiliya – Sifunda Sibhala lzandl lbanga loku-1 ukuya kwelesl-3 zilungiselelwe ukuze abafundi bala mabanga bafunde banzi ngezandi, bekwafunda nokuzibhala ngaxeshanye. Ezi ncwadi zibhalwe ukuze zibe ziincwadana ezi-ne kwibanga ngalinye, incwadi 1, incwadi 2, incwadi 3 nencwadi 4. Kwibanga ngalinye ezi ncwadi zilungiselelwe ukuze ziye zisenyuka kumgangatho wokufundwa nokubhalwa kwezandi. Oku kwenzelwe ukuze kube lula kutitshala ukuhlela abafundi beklasi yak he ngokomgangatho wabo wokukwazi ukufunda izandi nokuzibhala, ukuze abanike ezo ncwadi zibalungeleyo ngokwelo xesha. Kwakhona ezi ncwadi zilungiswe zaza zahlelwa ukuze zifumaneke ngolu hlobo: lncwadi nganye inemisetyenzana yokuqeqesha umfundi ukuba akwazi ukuzifunda nokuzibhala izandi: Oku kufundwa kwezi zandi kuhamba nemifanekiso elungiselelwe ukuba kungene lula oko kufundwayo, njengoko kucaciswe nangakumbi ngemifanekiso ehamba nako. lncwadl katltshala ihlelwe yalungiselelwa ukuze ixhobise utitshala ukuba akwazi ukuzisebenzisa kakuhle ezi ncwadi, imcebisa okuninzi okumalunga nokufundiswa nokubhalwa kakuhle kwezandi. Le nto imnceda ekubeni azifundise ngokuzithemba okukhulu ezi zifundo zokufunda nokubhala izandi kwiklasi yakhe.
IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 1 Sifunda Sibhala Izandi Incwadi Katitshala
R71,00 Original price was: R71,00.R61,00Current price is: R61,00.
Estimated delivery dates: Friday 6. March - Friday 13. March
SKU: 9780796043207
Category: Uncategorized
Tag: IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 1 Sifunda Sibhala Izandi Incwadi Katitshala
Brand: Shuter and shooter
Be the first to review “IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 1 Sifunda Sibhala Izandi Incwadi Katitshala” Cancel reply
Related products
-11%
-10%
-11%
-10%
-9%
-10%
-9%
-10%



Reviews
There are no reviews yet.