Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: · Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye. · Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe. · Iziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela. · Iyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. · Ikwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo. · Iyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi Ibanga 7 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda Ibanga 7
IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala Ibanga 7 ·
IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 7 Incwadi Katitshala
R257,00 Original price was: R257,00.R221,00Current price is: R221,00.
Pay in flexible instalments over 3, 4 or 6 months with Stitch Buy Now Pay Later.
Estimated delivery dates: Monday 9. March - Monday 16. March
SKU: 9781920605872
Category: Uncategorized
Tag: IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 7 Incwadi Katitshala
Brand: Shuter and shooter
Be the first to review “IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 7 Incwadi Katitshala” Cancel reply
Related products
-11%
-9%
-10%
-9%
-11%
-11%
-9%
-10%



Reviews
There are no reviews yet.