Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: • Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso
! we-CAPS kwisifundo ngasinye.
• Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe.
• Iziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela.
• Iyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye.
• Ikwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo.
• Iyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala.
Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi lbanga 8 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda lbanga 8 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala lbanga 8
IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 8 Incwadi Katitshala
R257,00 Original price was: R257,00.R221,00Current price is: R221,00.
Pay in flexible instalments over 3, 4 or 6 months with Stitch Buy Now Pay Later.
Estimated delivery dates: Friday 6. March - Friday 13. March
SKU: 9781920605919
Category: Uncategorized
Tag: IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 8 Incwadi Katitshala
Brand: Shuter and shooter
Be the first to review “IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 8 Incwadi Katitshala” Cancel reply
Related products
-11%
-10%
-11%
-10%
-11%
-11%
-10%
-10%



Reviews
There are no reviews yet.