IOxford Ukhanyo yincwadi yoLwimi IwaseKhanya egqibeleleyo elungele iklasi yesiXhosa. Inazo zonke iikhomponenti ozifunayo ukugcina abafundi bakho besemdleni unyaka wonke. Ibonelela zonke iindidi zabafundi eklasini. Ukhanyo lubonelela abafundi nootitshala ngomxholo ophuhlisa izakhono ezahlukeneyo nemisebenzi enika abafundi ithuba lokuziqhelanisa nemiba yolwimi. IsiKhokelo sikaTitshala esisebenziseka lula sinezifundo nemisebenzi yokuhlola eqinisekisa ukuba umsebenzi ugqitywa ngexesha elifanelekileyo. Ngokwenkcubeko ityebile kwaye kulula ukuyisebenzisa. Ukubhalwa kwayo ngokweemfuno zeCAPS kuyenza ibe yeyona ikhethwayo ngootitshala boLwimi IwaseKhaya.
Oxford Ukhanyo IBanga 2 INcwadi yokuFunda yesi-2 (CAPS)
R129,00 Original price was: R129,00.R122,00Current price is: R122,00.
Dispatched in 2 to 10 working days
Be the first to review “Oxford Ukhanyo IBanga 2 INcwadi yokuFunda yesi-2 (CAPS)” Cancel reply
Related products
-3%
-3%
-5%
-5%
-5%
-4%
-3%
-5%



Reviews
There are no reviews yet.