Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: • lzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye.
• lxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe.
• lziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela.
• lyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye.
• lkwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo.
• lyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwad i katitshala.
Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 8
Sichumile IsiXhosa Ibanga 8 Incwadi Katitshala
R257,00 Original price was: R257,00.R221,00Current price is: R221,00.
Pay in flexible instalments over 3, 4 or 6 months with Stitch Buy Now Pay Later.
Estimated delivery dates: Friday 6. March - Friday 13. March
SKU: 9781920605773
Category: Uncategorized
Tag: Sichumile IsiXhosa Ibanga 8 Incwadi Katitshala
Brand: Shuter and shooter
Be the first to review “Sichumile IsiXhosa Ibanga 8 Incwadi Katitshala” Cancel reply
Related products
-9%
-10%
-9%
-11%
-9%
-10%
-10%
-9%



Reviews
There are no reviews yet.