UThemba wayefuna into anokuyenza. Udade wabo nomntakwabo babengafuniukudlala naye, kwaye wayemncinci kakhulu ukuba angabanceda adlale nabo kuba bona babebadala kunaye. Wakhwela phezulu emthini, waba sencotsheni yomthi omkhulu. Wathi ngokwenza njalo wazibona engoyena mntu mkhulu kakhulu elizweni kuba ngoku kwakulula kuye ukuyibona yonke idolophu. Funda ke ufumanise ukuba walunceda njani na usapho lwakowabo ukulusindisa kwingxaki olwaphantsa lwaba kuyo.
TOO SMALL THEMBA (XHOSA) NOKO USEMNCINANE THEMBA
R85,22 Original price was: R85,22.R73,04Current price is: R73,04.
Estimated delivery dates: Wednesday 4. March - Wednesday 11. March
SKU: 9780796004208
Category: IsiZulu
Tag: TOO SMALL THEMBA (XHOSA) NOKO USEMNCINANE THEMBA
Brand: Shuter and shooter
Be the first to review “TOO SMALL THEMBA (XHOSA) NOKO USEMNCINANE THEMBA” Cancel reply
Related products
-15%
-15%
-15%
-14%
-14%
-14%
-12%
-15%



Reviews
There are no reviews yet.