Umsobomvu walatha imini entsha.
Buyashenxa ubumnyama esizweni
esiNtsundu, kungena izinto ezintsha.
Indalo iyabukeka. Umntu ulawula konke
ebomini. Umdali nguye owongamele
zonke ezingabantu abathi banefuthe
ebomini bombhali. Izinto ezichaphazela
ubomi bethu jikelele. EzakwaLizwi,
nangentsomi yokumenywa kwezinja
ukuba zibuyele ezindle.
UMSOBOMVU
R93,04 Original price was: R93,04.R80,00Current price is: R80,00.
Estimated delivery dates: Wednesday 4. March - Wednesday 11. March
Be the first to review “UMSOBOMVU” Cancel reply
Related products
-15%
-15%
-15%
-14%
-14%
-15%
-14%
-14%



Reviews
There are no reviews yet.