Study & Master iZakhono zoBomi zeBanga loku-1, elithe laphuhliswa ngokukodwa liqela lababhali abanamava ukwenzela i Curriculum ne Assessment Policy Statement (CAPS), ihlaziyiwe ngoku kwaye ilungisiwe ukuhlangabezana nohlaziyo neemfuno zovavanyo. Esi sifundo kulula ukusisebenzisa asincedi nje kuphela abafundi ukugqwesa ngomxholo obalulekileyo nezakhono kwisifundo, kodwa sibanika esona siseko esingundoqo abanokwakhela kuso ulwazi lwabo lobuchule. Ububanzi beNcwadi yoMfundi bubonelela ngemisebenzi ekhulisa izakhono zabafundi kunye nokuqonda isihloko ngasinye esichaziweyo yi CAPS iZakhono zoBomi lwekharityhulam, iquka imifanekiso esemgangathweni, iifoto kunye nemizobo ngemibala epheleleyo kwaye inikezela ngesiqulatho sangoku esifanelekileyo. Ukhetho olongezelelweyo lweMithambo imisebenzi ifumaneka kwi website yethu ukongeza oko kuqulathwe yincwadi.
-12%
Study & Master IZakhono zoBomi Incwadi Yomfundi Ibanga loku-1 isiXhosa
Original price was: R139.R123Current price is: R123.
Study & Master Life Skills has been especially developed by experienced authors for the Curriculum and Assessment Policy Statement (CAPS).
Estimated delivery dates: 14th April - 17th April
Reviews
There are no reviews yet.